BONISA Incwadi YeBhayibhile Genesis Eksodus Levitikus Numeri Duteronomi Yoshuwa ABagwebi Rute 1 Samuweli 2 Samuweli 1 Kumkani 2 Kumkani 1 Kronike 2 Kronike Ezra Nehemiya Estere Yobhi INdumiso IMizekeliso INtshumayeli INgoma yazo iiNgoma Isaya Yeremiya IZililo Hezekile Daniyeli Hoseya Yoweli Amosi Obhadiya Yona Mika Nahum Habhakuki Zefaniya Hagayi Zekariya Malaki Mateyu Marko Luka Yohane IZenzo Roma 1 Korinte 2 Korinte Galati Efese Filipi Kolose 1 Tesalonika 2 Tesalonika 1 Timoti 2 Timoti Tito Filemon Hebhere Yakobi 1 Petros 2 Petros 1 Yohane 2 Yohane 3 Yohane Yuda ISityhilelo Isahluko 1 2 3 4 5 6 7 8 9 10 11 12 13 14 15 16 17 18 19 20 21 Incwadi YaBagwebi Izahluko 1 2 3 4 5 6 7 8 9 10 11 12 13 14 15 16 17 18 19 20 21 Oko kuqulethweyo 1 Ukoyisa kwesizwe sakwaYuda nesakwaSimeyon (1-20) AmaYebhusi aqhubeka ehlala eYerusalem (21) Indlu kaYosefu yoyisa iBheteli (22-26) AmaKanan awagxothwa ngokupheleleyo (27-36) 2 Isilumkiso esivela kwingelosi kaYehova (1-5) UYoshuwa uyafa (6-10) Kusetyenziswa abagwebi ukuze kusindiswe amaSirayeli (11-23) 3 UYehova uvavanya amaSirayeli (1-6) UOteniyeli, umgwebi wokuqala (7-11) UMgwebi uEhudi ubulala uKumkani uEglon otyebileyo (12-30) UMgwebi uShamgare (31) 4 UKumkani uYabhin wakwaKanan ucinezela amaSirayeli (1-3) Umprofetikazi uDebhora noMgwebi uBharaki (4-16) UYaheli ubulala uSisera intloko yomkhosi (17-24) 5 Ingoma eculwa nguDebhora noBharaki emva kokuba boyisile (1-31) Iinkwenkwezi zilwa noSisera (20) Izikhukula zaseKishon (21) Abo bathanda uYehova banjengelanga (31) 6 AmaMidiyan acinezela amaSirayeli (1-10) Ingelosi iqinisekisa uMgwebi uGidiyon ukuba uza kuxhaswa (11-24) UGidiyon udiliza isibingelelo sikaBhahali (25-32) Umoya kaThixo uyasebenza kuGidiyon (33-35) Kwenziwa uvavanyo ngoboya (36-40) 7 UGidiyon namadoda akhe ayi-300 (1-8) Umkhosi kaGidiyon woyisa amaMidiyan (9-25) “Ikrele likaYehova nelikaGidiyon!” (20) Isiphithiphithi kwinkampu yamaMidiyan (21, 22) 8 AmaEfrayim axambulisana noGidiyon (1-3) Ookumkani bakwaMidiyan bayaleqwa babulawe (4-21) UGidiyon akavumi ukuba ngukumkani (22-27) Ubomi bukaGidiyon (28-35) 9 UAbhimeleki uba ngukumkani kwaShekem (1-6) Umzekeliso kaYotham (7-21) UAbhimeleki ulawula ngobundlobongela (22-33) UAbhimeleki uhlasela kwaShekem (34-49) UAbhimeleki wonzakaliswa ngumfazi, afe (50-57) 10 Abagwebi uTola noYayire (1-5) AmaSirayeli awathobeli aze aphinde aguquke (6-16) Ama-Amoni alungiselela ukulwa namaSirayeli (17, 18) 11 UMgwebi uYifeta uyagxothwa, kamva enziwe inkokheli (1-11) UYifeta uthethathethana nama-Amoni (12-28) Isifungo sikaYifeta nentombi yakhe (29-40) Intombi kaYifeta ayitshati (38-40) 12 Kuliwa namaEfrayim (1-7) Ukuvavanywa ngegama elithi Shibholete (6) Abagwebi uIbhetsan, uElon noAbhedon (8-15) 13 UManowa nomkakhe bafikelwa yingelosi (1-23) Kuzalwa uSamson (24, 25) 14 UMgwebi uSamson ufuna umfazi womFilisti (1-4) USamson ubulala ingonyama encedwa ngumoya kaYehova (5-9) Uqash-qash kaSamson emtshatweni (10-19) Umfazi kaSamson unikwa enye indoda (20) 15 USamson uziphindezela kumaFilisti (1-20) 16 USamson eGaza (1-3) USamson noDelila (4-22) USamson uyaziphindezela aze afe (23-31) 17 Izithixo zikaMika nombingeleli wakhe (1-13) 18 AmaDan akhangela umhlaba (1-31) Kuthinjwa izithixo nombingeleli kaMika (14-20) Kuthinjwa iLayishe ize ibizwe ngokuthi yiDan (27-29) AmaDan akhonza izithixo (30, 31) 19 AmaBhenjamin adlwengula umfazi eGibheyon (1-30) 20 Kuliwa namaBhenjamin (1-48) 21 AmaBhenjamin ayasinda njengohlanga (1-25) Edlulileyo Elandelayo Printa Yithumele Yithumele Izinto Ekuthethwa Ngazo Kwincwadi YaBagwebi INGUQULELO YEHLABATHI ELITSHA YEZIBHALO EZINGCWELE Izinto Ekuthethwa Ngazo Kwincwadi YaBagwebi IsiXhosa Izinto Ekuthethwa Ngazo Kwincwadi YaBagwebi https://cms-imgp.jw-cdn.org/img/p/1001061100/univ/wpub/1001061100_univ_sqr_xl.jpg