BONISA Incwadi YeBhayibhile Genesis Eksodus Levitikus Numeri Duteronomi Yoshuwa ABagwebi Rute 1 Samuweli 2 Samuweli 1 Kumkani 2 Kumkani 1 Kronike 2 Kronike Ezra Nehemiya Estere Yobhi INdumiso IMizekeliso INtshumayeli INgoma yazo iiNgoma Isaya Yeremiya IZililo Hezekile Daniyeli Hoseya Yoweli Amosi Obhadiya Yona Mika Nahum Habhakuki Zefaniya Hagayi Zekariya Malaki Mateyu Marko Luka Yohane IZenzo Roma 1 Korinte 2 Korinte Galati Efese Filipi Kolose 1 Tesalonika 2 Tesalonika 1 Timoti 2 Timoti Tito Filemon Hebhere Yakobi 1 Petros 2 Petros 1 Yohane 2 Yohane 3 Yohane Yuda ISityhilelo Isahluko 1 2 3 4 5 6 7 8 9 10 11 12 13 14 15 16 17 18 19 20 21 22 23 24 25 26 27 28 29 30 31 32 33 34 Incwadi YeDuteronomi Izahluko 1 2 3 4 5 6 7 8 9 10 11 12 13 14 15 16 17 18 19 20 21 22 23 24 25 26 27 28 29 30 31 32 33 34 Oko kuqulethweyo 1 Kuyemkiwa kwiNtaba iHorebhe (1-8) Kukhethwa iinkokheli neejaji (9-18) Ukungathobeli eKadeshe-bharneya (19-46) Ukungafuni kwamaSirayeli ukungena elizweni (26-33) Ukoyiswa ngamaKanan (41-46) 2 Ukujikeleza entlango iminyaka eyi-38 (1-23) Ukoyiswa kukaKumkani uSihon waseHeshbhon (24-37) 3 Ukoyiswa kukaKumkani uOgi waseBhashan (1-7) Ukohlulwa komhlaba ongasempuma kweYordan (8-20) UYoshuwa kuthiwa makangoyiki (21, 22) UMoses akazukungena elizweni (23-29) 4 AmaSirayeli kuthiwa mawathobele (1-14) Ningazilibali izinto azenzileyo uYehova (9) UYehova ufuna umntu azinikele ngokupheleleyo kuye (15-31) Akekho omnye uThixo ngaphandle kukaYehova (32-40) Izixeko zokubalekela ezingasempuma kweYordan (41-43) AmaSirayeli anikwa uMthetho (44-49) 5 Isivumelwano sikaYehova eHorebhe (1-5) Kuphinda kuchazwe iMithetho Elishumi (6-22) Abantu bayoyika kwiNtaba YeSinayi (23-33) 6 Thanda uYehova uThixo wakho ngentliziyo yakho yonke (1-9) “Mamela Sirayeli” (4) Abazali mabafundise abantwana (6, 7) Ungamlibali uYehova (10-15) Ningamlingi uYehova (16-19) Xelela isizukulwana esilandelayo (20-25) 7 Kuza kutshatyalaliswa iintlanga ezisixhenxe (1-6) Ukukhethwa kwamaSirayeli (7-11) Baza kufumana iintsikelelo ukuba bayathobela (12-26) 8 Kuphinda kuchazwe iintsikelelo ezifunyenwe kuYehova (1-9) “Ubomi bomntu abuxhomekekanga ekutyeni kuphela” (3) Nize ningamlibali uYehova (10-20) 9 Isizathu sokunikwa kwamaSirayeli ilizwe (1-6) AmaSirayeli amcaphukisa uYehova izihlandlo ezine (7-29) Ithole legolide (7-14) UMoses uyangenelela (15-21, 25-29) Ezinye izihlandlo ezithathu awacatshukiswa ngazo uYehova (22) 10 Kuphinda kwenziwe amacwecwe amabini (1-11) Into efunwa nguYehova (12-22) Moyike uze umthande uYehova (12) 11 Nibubonile ubukhulu bakhe (1-7) ILizwe Lesithembiso (8-12) Izinto eziza kufunyanwa ngokuthobela (13-17) Amazwi kaThixo makabethelelwe ezintliziyweni (18-25) “Intsikelelo nesiqalekiso” (26-32) 12 Mkhonzeni uThixo kwindawo ayikhethileyo (1-14) Ingatyiwa inyama kodwa igazi malingatyiwa (15-28) Ningakhonzi abanye oothixo (29-32) 13 Indlela yokuphatha umwexuki (1-18) 14 Iindlela ezingafanelekanga zokuzila (1, 2) Ukutya okucocekileyo nokungacocekanga (3-21) Isishumi esinikelwa kuYehova (22-29) 15 Qho ngonyaka wesixhenxe, amatyala ayacinywa (1-6) Ukunceda amahlwempu (7-11) Ukukhululwa kwamakhoboka qho ngonyaka wesixhenxe (12-18) Ukugqobhoza indlebe yekhoboka ngenyatyhoba (16, 17) Kunikelwa ngamazibulo ezilwanyana (19-23) 16 IPasika; iTheko Lezonka Ezingenagwele (1-8) ITheko Leeveki (9-12) ITheko Lamakhusi (13-17) Kukhethwa iijaji (18-20) Izinto emazingakhonzwa (21, 22) 17 Iminikelo mayingabi nasiphene (1) Izinto ezenziwayo ngenxa yowexuko (2-7) Ukugweba amatyala anzima (8-13) Xa nikhetha ukumkani kwixesha elizayo (14-20) Ukumkani kuza kufuneka azikhuphelele uMthetho (18) 18 Izinto eziza kunikwa ababingeleli nabaLevi (1-8) Ubugqwirha abuvumelekanga (9-14) Umprofeti ofana noMoses (15-19) Indlela yokubona umprofeti wobuxoki (20-22) 19 Ukuba netyala legazi nezixeko zokubalekela (1-13) Mayingabhekeliswa imida (14) Amangqina enkundleni (15-21) Kufuneka amangqina amabini okanye amathathu (15) 20 Imithetho yemfazwe (1-20) Izizathu zokungayi emfazweni (5-9) 21 Amatyala okubulala angekachotshelwa (1-9) Ukutshata abafazi abathinjiweyo (10-14) izinto ezimele zifunyanwe lizibulo (15-17) Unyana onenkani (18-21) Uqalekisiwe umntu oxhonywa esibondeni (22, 23) 22 Ukukhathalela izilwanyana zommelwane (1-4) Ukunxiba iimpahla zomntu wesini esahlukileyo kwesakho (5) Ukuphatha izilwanyana kakuhle (6, 7) Ukwakha udonga olunyukileyo eluphahleni (8) Izinto ezingenakudityaniswa (9-11) Imisonto edityanisiweyo empahleni (12) Imithetho ngokwabelana ngesondo (13-30) 23 Abantu abangamele babe kwibandla likaThixo (1-8) Ukucoceka kwenkampu (9-14) Ikhoboka elibalekileyo (15, 16) Ukuthengisa ngomzimba akuvumelekanga (17, 18) Inzala nezifungo (19-23) Izinto ezinokutyiwa ngumntu odlulayo (24, 25) 24 Umtshato noqhawulo-mtshato (1-5) Ukuhlonipha ubomi (6-9) Ukukhathalela amahlwempu (10-18) Umthetho ngokuchola-chola entsimini (19-22) 25 Umthetho ngokubethwa imivumbo (1-3) Ungayivali umlomo ngesicheme inkunzi yenkomo xa ibhula (4) Umtshato womntakwabendoda eswelekileyo (5-10) Ukubamba iindawo ezingamele zibanjwe xa kusiliwa (11, 12) Izikali ezichanileyo (13-16) Ama-Amaleki amele atshatyalaliswe (17-19) 26 Ukunikela ngezivuno zokuqala (1-11) Isishumi sesibini (12-15) AmaSirayeli, abantu abakhethileyo uYehova (16-19) 27 UMthetho kufuneka ubhalwe ematyeni (1-10) ENtabeni Ye-Ebhali naseNtabeni YeGerizim (11-14) Kuchazwa iziqalekiso (15-26) 28 Ukusikelelwa ngenxa yokuthobela (1-14) Iziqalekiso ngenxa yokungathobeli (15-68) 29 Kwenziwa isivumelwano namaSirayeli kwaMowabhi (1-13) Isilumkiso ngokungathobeli (14-29) Izinto ezifihlakeleyo nezityhiliweyo (29) 30 Ukubuyela kuYehova (1-10) Imiyalelo kaYehova ayikho nzima (11-14) Ukukhetha phakathi kobomi nokufa (15-20) 31 UMoses seza kufa (1-8) Ukufundwa koMthetho phambi kwamaSirayeli (9-13) UYoshuwa uyabekwa abe yinkokheli (14, 15) AmaSirayeli axelelwa kwangaphambili ngokulahla uThixo (16-30) Ingoma yokufundisa amaSirayeli (19, 22, 30) 32 Ingoma kaMoses (1-47) UYehova liLiwa (4) AmaSirayeli ayalilibala iLiwa (18) ‘Ndim ophindezelayo’ (35) “Vuyani zintlanga nabantu bakhe” (43) UMoses uza kufela kwiNtaba INebho (48-52) 33 UMoses usikelela izizwe (1-29) “Iingalo zikaYehova zikanaphakade” (27) 34 UYehova ubonisa uMoses ilizwe (1-4) UMoses uyafa (5-12) Edlulileyo Elandelayo Printa Yithumele Yithumele Izinto Ekuthethwa Ngazo Kwincwadi YeDuteronomi INGUQULELO YEHLABATHI ELITSHA YEZIBHALO EZINGCWELE Izinto Ekuthethwa Ngazo Kwincwadi YeDuteronomi IsiXhosa Izinto Ekuthethwa Ngazo Kwincwadi YeDuteronomi https://cms-imgp.jw-cdn.org/img/p/1001061100/univ/wpub/1001061100_univ_sqr_xl.jpg