Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Incwadi KaNehemiya

Izahluko

1 2 3 4 5 6 7 8 9 10 11 12 13

Oko kuqulethweyo

  • 1

    • Iindaba ezivela eYerusalem (1-3)

    • Umthandazo kaNehemiya (4-11)

  • 2

    • UNehemiya uthunywa eYerusalem (1-10)

    • UNehemiya uhlola iindonga zesixeko (11-20)

  • 3

    • Iindonga ziphinda zakhiwe (1-32)

  • 4

    • Umsebenzi uyaqhubeka nangona kukho abachasi (1-14)

    • Abasebenzi baqhubeka nokwakha bexhobile (15-23)

  • 5

    • UNehemiya uphelisa ukuqhathwa kwabantu (1-13)

    • Ukuzinikela kukaNehemiya (14-19)

  • 6

    • Kuyaqhubeka ukuchaswa komsebenzi (1-14)

    • Udonga lugqitywa ngeentsuku eziyi-52 (15-19)

  • 7

    • Iigeyithi zesixeko noonogada bazo (1-4)

    • Abathinjwa ababuyayo (5-69)

      • Abasebenzi basetempileni (46-56)

      • Oonyana bezicaka zikaSolomon (57-60)

    • Iminikelo yomsebenzi (70-73)

  • 8

    • Abantu bafundelwa uMthetho baze bawucaciselwe (1-12)

    • Kubhiyozelwa iTheko Lamakhusi (13-18)

  • 9

    • Abantu bavuma izono zabo (1-38)

      • UYehova nguThixo oxolelayo (17)

  • 10

    • Abantu bayavuma ukuthobela uMthetho (1-39)

      • “Soze siyeke ukuyikhathalela indlu yoThixo wethu” (39)

  • 11

    • Kuphinda kuhlale abantu eYerusalem (1-36)

  • 12

    • Ababingeleli nabaLevi (1-26)

    • Ukunikezelwa kodonga (27-43)

    • Abantu bayancedisa kumsebenzi wasetempileni (44-47)

  • 13

    • UNehemiya wenza utshintsho (1-31)

      • Kumele kunikelwe ngezishumi (10-13)

      • ISabatha mayingangcoliswa (15-22)

      • Makungatshatwa nezinye iintlanga (23-28)