BONISA Incwadi YeBhayibhile Genesis Eksodus Levitikus Numeri Duteronomi Yoshuwa ABagwebi Rute 1 Samuweli 2 Samuweli 1 Kumkani 2 Kumkani 1 Kronike 2 Kronike Ezra Nehemiya Estere Yobhi INdumiso IMizekeliso INtshumayeli INgoma yazo iiNgoma Isaya Yeremiya IZililo Hezekile Daniyeli Hoseya Yoweli Amosi Obhadiya Yona Mika Nahum Habhakuki Zefaniya Hagayi Zekariya Malaki Mateyu Marko Luka Yohane IZenzo Roma 1 Korinte 2 Korinte Galati Efese Filipi Kolose 1 Tesalonika 2 Tesalonika 1 Timoti 2 Timoti Tito Filemon Hebhere Yakobi 1 Petros 2 Petros 1 Yohane 2 Yohane 3 Yohane Yuda ISityhilelo Isahluko 1 2 3 4 5 6 7 8 9 10 11 12 13 14 15 16 17 18 19 20 21 Indaba Ezilungileyo Ezibaliswa NguYohane Izahluko 1 2 3 4 5 6 7 8 9 10 11 12 13 14 15 16 17 18 19 20 21 Oko kuqulethweyo 1 ULizwi waba ngumntu (1-18) Into eyathethwa nguYohane uMbhaptizi (19-28) UYesu, iMvana kaThixo (29-34) Abafundi bakaYesu bokuqala (35-42) UFilipu noNathaniyeli (43-51) 2 Umtshato waseKana; amanzi aba yiwayini (1-12) UYesu ucoca itempile (13-22) UYesu uyazazi iintliziyo zabantu (23-25) 3 UYesu noNikodemo (1-21) Ukuzalwa kwakhona (3-8) UThixo walithanda ihlabathi (16) UYohane uthetha ngoYesu okokugqibela (22-30) Lowo usuka phezulu (31-36) 4 UYesu nomfazi ongumSamariya (1-38) Khonza uThixo “ngomoya nangenyaniso” (23, 24) AmaSamariya amaninzi ayakholwa kuYesu (39-42) UYesu uphilisa unyana wegosa (43-54) 5 Kuphiliswa umntu ogulayo eBhethezatha (1-18) UYesu unikwa igunya nguTata wakhe (19-24) Abantu abafileyo baza kuva ilizwi likaYesu (25-30) Ubungqina ngoYesu (31-47) 6 UYesu upha amadoda ayi-5 000 ukutya (1-15) UYesu uhamba phezu kwamanzi (16-21) UYesu, “isonka sobomi” (22-59) Abaninzi bakhathazwa ngamazwi kaYesu (60-71) 7 UYesu ukwiTheko LamaYuda Leentente (1-13) UYesu ushumayela ethekweni (14-24) Kuphikiswana ngoKristu (25-52) 8 UTata ungqinela uYesu (12-30) UYesu, ‘ukukhanya kwehlabathi’ (12) Abantwana baka-Abraham (31-41) “Inyaniso iza kunikhulula” (32) Abantwana bakaMtyholi (42-47) UYesu noAbraham (48-59) 9 UYesu uphilisa indoda eyazalwa ingaboni (1-12) Indoda ephilisiweyo ibuzwa ngabaFarisi (13-34) Ukungaboni kwabaFarisi (35-41) 10 Umalusi neminyango yezibaya zeegusha (1-21) UYesu ngumalusi olungileyo (11-15) “Ndinazo nezinye izimvu” (16) AmaYuda athetha noYesu itheko lokukhumbula umhla wokunikezelwa kwetempile (22-39) AmaYuda amaninzi awafuni kukholwa (24-26) “Izimvu zam ziyalimamela ilizwi lam” (27) UNyana umanyene noTata (30, 38) Abaninzi ngaphesheya kweYordan bayakholwa (40-42) 11 Ukufa kukaLazaro (1-16) UYesu uthuthuzela uMarta noMariya (17-37) UYesu uvusa uLazaro (38-44) Baceba ukubulala uYesu (45-57) 12 UMariya ugalela ioli ezinyaweni zikaYesu (1-11) UYesu ungena oyisile (12-19) UYesu uprofeta ngokufa kwakhe (20-37) Ukungabi nalukholo kwamaYuda kuzalisekisa isiprofeto (38-43) UYesu weza kusindisa ihlabathi (44-50) 13 UYesu uhlamba iinyawo zabafundi bakhe (1-20) UYesu uchaza ukuba nguYudas oza kumjikela (21-30) Umyalelo omtsha (31-35) “Ukuba niyathandana” (35) Kuprofetwa ukuba uPetros uza kuphika uYesu (36-38) 14 NguYesu kuphela indlela yokuya kuTata (1-14) “Ndim indlela nenyaniso nobomi” (6) UYesu uthembisa ngomoya oyingcwele (15-31) “UTata mkhulu kunam” (28) 15 Umzekelo womthi weediliya wokwenene (1-10) Umyalelo wokuba nothando olufana nolukaKristu (11-17) ‘Akukho thando logqitha olu’ (13) Ihlabathi liyabacaphukela abafundi bakaYesu (18-27) 16 Abafundi bakaYesu basenokubulawa (1-4a) Imisebenzi yomoya oyingcwele (4b-16) Intlungu yabafundi bakaYesu ijika ibe luvuyo (17-24) UYesu woyise ihlabathi (25-33) 17 UYesu uthandaza nabapostile bakhe okokugqibela (1-26) Ukwazi uThixo kwenza abantu bafumane ubomi obungunaphakade (3) AmaKristu awangowehlabathi (14-16) “Ilizwi lakho liyinyaniso” (17) “Ndibafundisile ngegama lakho” (26) 18 UYudas ujikela uYesu (1-9) UPetros usebenzisa ikrele (10, 11) UYesu usiwa kuAnas (12-14) UPetros uphika uYesu okokuqala (15-18) UYesu phambi koAnas (19-24) UPetros uphika uYesu okwesibini nokwesithathu (25-27) UYesu phambi koPilato (28-40) “UBukumkani bam ayibubo obeli hlabathi” (36) 19 UYesu uyakatswa aze agezelwe (1-7) UPilato uphinda abuze uYesu imibuzo (8-16a) UYesu ubethelelwa esibondeni eGolgotha (16b-24) UYesu ulungiselela umama wakhe (25-27) Ukufa kukaYesu (28-37) Kungcwatywa uYesu (38-42) 20 Ingcwaba elingenamntu (1-10) UMariya Magadala ubona uYesu (11-18) Abafundi babona uYesu (19-23) UTomas obethandabuza ude akholwe (24-29) Isizathu sokubhalwa kwalo msongo (30, 31) 21 Abafundi babona uYesu (1-14) UPetros uqinisekisa uYesu ukuba uyamthanda (15-19) “Yondla amatakane am” (17) Ikamva labafundi bakaYesu abathandayo (20-23) Umqukumbelo (24, 25) Edlulileyo Elandelayo Printa Yithumele Yithumele Izinto Ekuthethwa Ngazo Kwincwadi KaYohane INGUQULELO YEHLABATHI ELITSHA YEZIBHALO EZINGCWELE Izinto Ekuthethwa Ngazo Kwincwadi KaYohane IsiXhosa Izinto Ekuthethwa Ngazo Kwincwadi KaYohane https://cms-imgp.jw-cdn.org/img/p/1001061100/univ/wpub/1001061100_univ_sqr_xl.jpg