A7-B
Izinto Ezenzekayo Xa UYesu Wayesemhlabeni—Ukuqala Kobulungiseleli BukaYesu
IXESHA |
INDAWO |
INTO EYENZEKAYO |
MATEYU |
MARKO |
LUKA |
YOHANE |
---|---|---|---|---|---|---|
29, ekwindla |
KuMlambo iYordan, mhlawumbi eBhethani engaphesheya kweYordan okanye kufuphi nayo |
UYesu uyabhaptizwa aze athanjiswe; uYehova uthi unguNyana wakhe omvuyisayo |
||||
KwiNtlango YelakwaYuda |
Ulingwa nguMtyholi |
|||||
EBhethani engaphesheya kweYordan |
UYohane umBhaptizi uthi uYesu yiMvana kaThixo; abafundi bokuqala balandela uYesu |
|||||
EKana yaseGalili; eKapernahum |
Ummangaliso wokuqala emtshatweni, ujika amanzi abe yiwayini; uya eKapernahum |
|||||
30, iPasika |
EYerusalem |
Ucoca itempile |
||||
Uthetha noNikodemo |
||||||
KwaYuda; eAyinon |
Uya kwiilali zelakwaYuda, abafundi bakhe bayabhaptizwa; UYohane uthetha okokugqibela ngoYesu |
|||||
ETibheriyo; kwelakwaYuda |
UYohane uyabanjwa; uYesu uya eGalili |
|||||
ESikare, eSamariya |
Endleleni eya eGalili, ufundisa amaSamariya |