UVUKANI!
Meyi 2014 | Istres —Amacebiso Anokukunceda Kuso
Istres siyafuneka emzimbeni, kodwa xa siqatsele sisenokukubulala.
Okwenzeka Ehlabathini
Oko kuthethwa ngako: ummandla ekufunyanwa kuwo iintlobo ezintsha ezingaphezu kwe-100 zezityalo nezilwanyana nyaka ngamnye, icebiso lokunciphisa ixesha lokubukela iTV kwabantwana, nengxaki esagqubayo yongcoliseko lomoya.
INQAKU ELINGUMXHOLO
Istres —Amacebiso Anokukunceda Kuso
IBhayibhile inamacebiso anokukunceda umelane nestres esibangelwa zingxaki ezine eziqhelekileyo.
UKUNCEDA INTSAPHO
Ukunceda Abantwana Bayisebenzise Kakuhle I-Intanethi
Kunokuba ube ngqongqo kwimithetho oyimisela umntwana wakho, menze akuqonde ukubaluleka kokuba aziphathe kakuhle.
UDLIWANO-NDLEBE
Ugqirha Wotyando Uchaza Ngokholo Lwakhe
Kangangeminyaka emininzi, uGqr. Guillermo Perez wayekholelwa ukuba izinto eziphilayo zazivelela, kodwa ngoku uyaqonda ukuba umzimba wethu udalwe nguThixo. Yintoni emenze wakholelwa kuThixo?
Ukuzingelwa Kwamagqwirha EYurophu
Ngexesha lokuzingelwa kwamagqwirha kwabhalwa ‘incwadi ezele yinkohlakalo neyingozi kunazo zonke ezikhoyo ehlabathini.’
Ubulumko Buyamemeza —Uyabuva Na?
Ubulumko bokwenene buza kuzicombulula iingxaki zabantu.
Izinto Ezingakumbi Ezifumaneka Kwi-intanethi
Ndinokuthenjwa Kangakanani?
Olunye ulutsha lunikwa inkululeko engakumbi kunolunye. Yintoni ebangela kube njalo?
Ndizothini Ukuba Abazali Bam Bayadivosa?
Akusoze kube lula xa abazali bakho bedivosa. Kodwa unokukwazi ukumelana nale nto xa usebenzisa amacebiso ambalwa.
Oko Kuthethwa Lulutsha Ngenkangeleko Yalo
Kutheni kunzima ngolutsha ukuba lube nembono efanelekileyo ngendlela olukhangeleka ngayo? Yintoni enokunceda?
UMoses Ukhulela EYiputa
Kwakutheni ukuze umama kaMoses afake usana lwakhe kuMlambo umNayile? Funda ngaye, ngentsapho yakhe nangentombi kaFaro.