UVUKANI! Agasti 2015 | Iiseli Zakho—Ilayibrari Ephilayo!
Yatshintsha mpela indlela esibujonga ngayo ubomi xa kwafunyaniswa indlela emile ngayo iDNA.
INQAKU ELINGUMXHOLO
Iiseli Zakho—Ilayibrari Ephilayo!
Yintoni eye yenza aba sosayensi baphum’ izandla bayeka ukukholelwa ukuba izinto zazivelela?
UKUNCEDA INTSAPHO
Fundisa Abantwana Bakho Ukuzibamba
Ukusoloko unika abantwana yonke into abayifunayo kunokubenza bangakwazi ukufunda izinto ezibalulekileyo.
Bancedwa Bakwazi Ukufunda Nokubhala
UJosefina wafundiswa ukufunda nokubhala xa wayeneminyaka eyi-101. Waqhuba njani?
Akazange Agungqe Kwiinkolelo Zakhe
USong Hee Kang wakwazi ukumelana nesigulo esibulalayo xa wayeneminyaka eyi-14.
Izinto Ezingakumbi Ezifumaneka Kwi-intanethi
Oko Kuthethwa Lulutsha Ngokuhlala Usempilweni
Ngaba ukufumanisa kunzima ukutya ngokusempilweni nokujima? Kule vidiyo, ulutsha lubaliselana ngezinto oluzenzayo ukuze luhlale lusempilweni.
Thobela Abazali Bakho
Kutheni kubalulekile ukuthobela abazali bakho? Bukela le vidiyo uze ufumane impendulo kunye noSihle.