Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

IMBONISELO No. 1 2017 | Unokufumana Okuninzi Xa Ufunda IBhayibhile

UCINGA NTONI?

Ngaba iBhayibhile iphelelwe lixesha? Okanye ngaba isabalulekile? Yona ngokwayo ithi: “Sonke iSibhalo siphefumlelwe nguThixo kwaye siyingenelo.”2 Timoti 3:16, 17.

Le Mboniselo inemizekelo yobulumko obufumaneka eBhayibhileni namacebiso endlela enokukunceda ngayo xa uyifunda.

 

INQAKU ELINGUMXHOLO

Kutheni Kufuneka Ufunde IBhayibhile?

Bancedakale njani abaninzi ngokufunda iBhayibhile?

INQAKU ELINGUMXHOLO

Ndinokwenza Njani Ukuze Ndiqalise?

La macebiso mahlanu anokwenza kube lula ukufunda iBhayibhile ibe konwabise.

INQAKU ELINGUMXHOLO

Yintoni Enokwenza Ube Nomdla Wokuyifunda?

Iinguqulelo, iteknoloji, izixhobo, neendlela ezahlukeneyo zokwenza ukufunda iBhayibhile kuhlaziye.

INQAKU ELINGUMXHOLO

IBhayibhile Inokubuphucula Njani Ubomi Bam?

Le ncwadi yakudala inecebiso elinokuba negalelo elikhulu ebomini bakho.

IBHAYIBHILE IYABUTSHINTSHA UBOMI BABANTU

Ndandingafuni Ukufa!

UYvonne Quarrie wakhe wabuza wathi, “Kutheni ndilapha?” Impendulo yabutshintsha ubomi bakhe.

XELISA UKHOLO LWABO

“Wayemkholisa UThixo”

Ukuba wondla intsapho yakho okanye awukwazi ukumela inyaniso, unokufunda lukhulu kukholo lukaEnoki.

Ngaba Kukungaqondi Nje?

Kubaluleke kakhulu oko kuseBhayibhileni ukuba singangakuqondi. Singakuqonda njani?

Ithini IBhayibhile?

IBhayibhile ayithethi ngezinto ezibangela ububi nje kuphela, kodwa ithetha nangendlela eziza kuphela ngayo.

Izinto Ezingakumbi Ezifumaneka Kwi-intanethi

Ngaba IBhayibhile Ithetha Iziphikisa?

Hlolisisa iivesi ekuthiwa zithetha ziziphikisa uze ufumane eyona nyaniso ngazo.