IMBONISELO No. 1 2022 | Ukuphelisa Inzondo Eqhubekayo
Emhlabeni wonke kugcwele inzondo. Ibonakaliswa ngeendlela ezahlukeneyo njengokuphathwa kakubi, ukucalula, nokuthethwa kwamazwi ahlabayo. Ngaba inzondo ingaze iphele? Amanqaku akule Mboniselo aza kukubonisa indlela iBhayibhile enokukunceda ngayo uyeke ukuba nenzondo. Akwasixelela nangesithembiso sikaThixo sokuphelisa inzondo ngonaphakade.
Singakwazi Ukuyeka Ukuba Nenzondo!
Yintoni inzondo eqhubekayo? Idla ngokuboniswa njani?
Kutheni Inzondo Ixhaphake Kangaka?
IBhayibhile ichaza ukuba isuka phi inzondo, kutheni kulula ngabantu ukuba bacaphukelane nesizathu sokuba inzondo ininzi kangaka namhlanje.
Indlela Yokuphelisa Inzondo Eqhubekayo
IBhayibhile incede abantu batshintsha baza baba ngabantu ababhetele.
INDLELA YOKUPHELISA INZONDO EQHUBEKAYO
1 | Sukuba Nomkhethe
Xelisa uThixo ngokungabi namkhethe uze ususe iingcinga ezimbi onazo ngabanye abantu.
INDLELA YOKUPHELISA INZONDO EQHUBEKAYO
2 | Sukufuna Ukuziphindezela
Yoyisa into yokufuna ukuziphindezela uze umthembe uThixo ukuba uza kuzilungisa zonke izinto ezingahambi kakuhle.
INDLELA YOKUPHELISA INZONDO EQHUBEKAYO
3 | Susa Inzondo Engqondweni Yakho
Ilizwi likaThixo lingakunceda uyeke ukucinga ngezinto ezikwenza inzondo.
INDLELA YOKUPHELISA INZONDO EQHUBEKAYO
4 | Yoyisa Inzondo Ngoncedo LukaThixo
Umoya oyingcwele kaThixo ungakunceda ube neempawu ezingakunceda uyeke ukuba nenzondo.
Xa Inzondo Iphelisiwe Ngonaphakade!
Yintoni enganceda ingaphinde ibekho inzondo
Abantu Abaninzi Emhlabeni Wonke Beva Ubuhlungu Ngenxa Yenzondo
Ingapheliswa njani inzondo eqhubekayo? Seyiqalile ukuphela kwabanye abantu abasemhlabeni.