IMBONISELO—EFUNDWAYO Aprili 2017

Le magazini inamanqaku aza kufundwa ngoMeyi 29 ukuya ku-Julayi 2, 2017.

“Oko Ukubhambathisileyo, Kufezekise”

Siyintoni isifungo? Zithini iZibhalo ngokwenza izifungo kuThixo?

Yintoni Eza Kuthi Shwaka Xa Kufika UBukumkani BukaThixo?

IBhayibhile ithi “ihlabathi liyadlula.” Liquka ntoni elo “hlabathi”?

IBALI LOBOMI

Ndandizimisele Ukuba Lijoni LikaKristu

UDemetrius Psarras wavalelwa kuba engafuni kulwa. Sekunjalo waqhubeka emzukisa uThixo, nakuba waba neengxaki.

UMgwebi Womhlaba Wonke” Usoloko Esenza Okufanelekileyo

Kutheni kunokuthiwa uYehova akakhe aphazame xa egweba? Kutheni ibalulekile loo nto kumaKristu namhlanje?

Ngaba Indlela Yokugweba Efanelekileyo Uyibona Ngendlela KaYehova?

Ukuthobeka nokuxolela zibalulekile ukuze indlela efanelekileyo yokugweba siyibone ngendlela uThixo ayibona ngayo. Kutheni?

Ngamana UYehova Angadunyiswa Ngomoya Wokuzinikela Onawo!

UThixo uSomandla uyawuxabisa umgudu owenziwa ngabakhonzi bakhe ukuze baxhase ukuphunyezwa kwenjongo yakhe, nokuba isenokukhangeleka imincinci kangakanani loo migudu.