IMBONISELO—EFUNDWAYO Meyi 2017
Le magazini inamanqaku aza kufundwa ngoJulayi 3-30, 2017.
Nceda “Abaphambukeli” ‘Bakhonze UYehova Benemihlali’
Unokuzishumayeza njani iimbacu ezingekamazi uYehova?
Nceda Abantwana ‘Babaphambukeli’
Ukuba ungumphambukeli, unokubanika njani abantwana bakho elona thuba lihle lokufunda ngoYehova? Abanye abazalwana banokunceda njani?
IBALI LOBOMI
Ukungeva Ngeendlebe Akuzange Kundinqande Ekufundiseni Abantu
UWalter Markin akeva ngeendlebe, kodwa uphile ubomi obumnandi nobanelisayo enkonzweni kaYehova uThixo.
Ungaze Uluvumele Luphole Uthando Lwakho
Amanye amaKristu enkulungwane yokuqala aluvumela lwaphola uthando awayenalo kuqala. Yintoni enokusinceda sihlale simthanda uYehova?
“Uyandithanda Na Ngaphezu Kwezi?”
UYesu wafundisa uSimon Petros into ebalulekile ngokuzazi izinto eziza kuqala. Ngaba sinokusisebenzisa eso sifundo kule mihla?
Indlela UGayo Awabanceda Ngayo Abazalwana Bakhe
Wayengubani uGayo, ibe kutheni kufuneka silandele umzekelo wakhe?
Kuyavuyisa Ukuphila Unezinto Ezimbalwa
Yintoni eyenza enye indoda nenkosikazi yayo bafuna ukuphila benezinto ezimbalwa? Bayenza njani loo nto? Kutheni isigqibo sabo sabenza bavuya?
SIPHAKULA KOOVIMBA BETHU
Baphuma “Bekhuthele Yaye Benothando Olungakumbi Ezintliziyweni Zabo”
Emva kwendibano ka-1922, aBafundi BeBhayibhile balisebenzisa njani icebiso lokuba ‘babhengeze uKumkani noBukumkani bakhe’?