IMBONISELO Septemba 2012 | Ngaba UThixo Uwakhathalele Amabhinqa?
Funda eBhayibhileni ngendlela uThixo awajonga ngayo amabhinqa nendlela uYesu awayewaphatha ngayo.
INQAKU ELINGUMXHOLO
Iliwa Libhek’ Umoya Kwabasetyhini
Ehlabathini lonke, ugonyamelo nocalucalulo luchaphazela amantombazana namabhinqa kubo bonke ubomi bawo. Kutheni?
INQAKU ELINGUMXHOLO
Ngaba Ngokwenene UThixo Uwakhathalele Amabhinqa?
Ucinga ukuba iBhayibhile iwajongela phantsi amabhinqa? Funda indlela uThixo awajonga ngayo.
INQAKU ELINGUMXHOLO
UThixo Uwaphatha Ngembeko Nangesidima Amabhinqa
Yintoni esinokuyifunda kwindlela uYesu awayewaphethe nawayewajonga ngayo amabhinqa?
IBALI LOBOMI
Ngoku Ndiyamazi UThixo Endimnqulayo
Funda indlela umfundisi wasepentekoste awayifumana ngayo inyaniso ekwakudala eyifuna—Inyaniso yeBhayibhile.
FUNDA KWILIZWI LIKATHIXO
Kuza Kwenzeka Ntoni NgeMini YoMgwebo?
Zininzi izinto ezithethekayo ngemini yomgwebo. Ngaba simele siyoyike? Iza kuphumeza ntoni?
Kubalulekile Ukuba Nobubele KuThixo
Ngaba ufanele uyikhathalele into yokuba nobubele kubantu bonke? UThixo ulujonga njani olu phawu?
SONDELA KUTHIXO
“Ukuze Zazi Iintlanga Ukuba NdinguYehova”
Abant’ abaninzi batyhola uThixo ngokuphatheka kakubi nangokusokola kwabo. UThixo uza kulithethelela njani igama lakhe?
Ngaba Ubusazi?
Zazihanjiswa njani iileta ngamaxesha okubhalwa kweBhayibhile? Ngexesha likaSirayeli wamandulo, kwakuthengwa yaye kuthengiswa njani?
IMIBUZO YABAFUNDI
Ngaba AmaNgqina KaYehova Anawo Amabhinqa Angabashumayeli?
Ukuba kunjalo, alandela yiphi imizekelo eseBhayibhileni? Ashumayela ngantoni?
Ukushumayela Kowona Mmandla Osemazantsi EYurophu
Uhambo olunzima oluya eGavdos, isiqithi esikumazantsi eKrete, esinabantu abanobubele.
Ukwaziwa Kwegama LikaThixo NgesiSwahili
Funda indlela igama likaThixo, uYehova, elavela ngayo eBhayibhileni.
FUNDISA ABANTWANA BAKHO
UGehazi Wachanwa Kukubawa
UGehazi wathatha izinto awayengenalungelo lakuzifumana. Sifunda ntoni kweli bali?