INyaniso
Ungayifumana phi?
Ingakunceda njani wena nentsapho yakho?
Ngemfudumalo sithi yiza uzokuzivela iimpendulo zale mibuzo kwindibano yeentsuku ezintathu yamaNgqina kaYehova.
UMXHOLO:
‘ILizwi LikaThixo Liyinyaniso!’
usekelwe kumazwi kaYesu akuYohane 17:17.
AMAGQABA-NTSHINTSHI:
Intetho enomxholo omnandi othi “Yintoni Inyaniso?” iza kucacisa ukuba kutheni sifanele sithembele kwiLizwi likaThixo iBhayibhile.
Iidrama ezimbini ziza kusinceda siwaqonde kakuhle amabali aseBhayibhileni noko sinokukufunda kuwo.
NGOOBANI ABANOKUZA:
Wonke umntu wamkelekile. Ungena simahla ibe akukho nkongozelo iza kufunwa.
IXESHA NENDAWO:
Khangela indibano ekufutshane nawe, uze ubukele ividiyo ezibonisa ngeendibano zethu kwiwebhsayithi ethi www.mr1310.com/xh. (Funda phantsi komxholo othi INKCAZELO ENGAKUMBI NGATHI/IINDIBANO ZESITHILI)
Yiya kwi-www.mr1310.com/xh ukuze ubone ucwangciso. (Funda phantsi komxholo othi IIMPAPASHO/IINCWADI NEENCWADANA EZINEMIFANEKISO)