IMBONISELO Agasti 2013 | Inyaniso Ngephonografi

Ngaba iphonografi iyingozi okanye akunjalo? Yintoni enokukunceda wohlukane nephonografi?

INQAKU ELINGUMXHOLO

Iphonografi—Iyingozi Okanye Akunjalo?

Iphonografi ibenza ntoni abantu neentsapho?

IBHAYIBHILE IYABUTSHINTSHA UBOMI BABANTU

“Ndaqalisa Ukucinga Ngekamva lam.”

Funda indlela imigaqo yeBhayibhile eyayinceda ngayo enye indoda yatshintsha imikhwa yayo nendlela eyayicinga ngayo ukuze ikholise uThixo.

IMIBUZO YABAFUNDI

Kutheni Abanye Abantu EBhayibhileni Bengachazwanga Ngamagama?

Ngaba sifanele sigqibe kwelokuba bonke abantu abangachazwanga ngamagama eBhayibhileni babeneempawu ezimbi okanye ababalulekanga kangako?

SONDELA KUTHIXO

“Iimpawu Zakhe Ezingabonakaliyo Zibonwa Ngokucacileyo”

Ngaba uyakholelwa kuThixo? Ungabolatha ubungqina bobukho bakhe?

XELISA UKHOLO LWABO

Wasindiswa “Nabanye Abasixhenxe”

UNowa nentsapho yakhe basinda njani kwelona xesha lalinzima embalini yabantu?

Imibuzo YeBhayibhile Iyaphendulwa

Kutheni eminye imithandazo ingathandwa nguThixo? Kufuneka senze ntoni ukuze uThixo asive?

Izinto Ezingakumbi Ezifumaneka Kwi-intanethi

Ngaba AmaNgqina KaYehova Ayabagxotha Abantu Ababekade Bekhonza Nawo?

Maxa wambi kuye kufuneke umntu asuswe ebandleni ibe loo nto inokumnceda abuyele.