Ndakhela Ingomso Lam KuYehova
1. Ngase ndibone uk’ba ingomso lam lokuba njani
Yeyiphi indlela endiza kuyithath’ ebomini.
Kodwa ndiyazi nokuba sekutheni,
Ndiphilel’ uYehova, ndingowakhe.
(CHORUS)
Kuzo zonk’ izinto endinokuba nazo,
Eyona nto ibalulekileyo,
Kukukholis’ uYehova ngokheth’ endilwenzayo.
Undinike yonk’ into; soze ndimlibale.
Ndikhuselekil’ ezandleni zakhe.
Ndakhel’ ingomso lam kuye ngokheth’ endilwenzayo.
2. Ndikhe ndilingelwe endleleni engeyiyo lena,
Eza kundisusa kulena ndiyaziyo yeyam.
Kodwa ukucinga ngozahlulelo lwam
Kunokulomeleza ukholo lwam.
(CHORUS)
Kuzo zonk’ izinto endinokuba nazo,
Eyona nto ibalulekileyo,
Kukukholis’ uYehova ngokheth’ endilwenzayo.
Undinike yonk’ into; soze ndimlibale.
Ndikhuselekil’ ezandleni zakhe.
Ndakhel’ ingomso lam kuye ngokheth’ endilwenzayo.
(BRIDGE)
Ndakha ingomso eliya kuhlala
Ukuba ndifuman’ uncedo k’Yehova.
Ulonwabo lokwenen’ ebomini
Lusuk’ ekukhonzeni uYehova qho.