Zibone
Dawunlowuda:
1. Ndival’amehlo ndibone,
Ihlabathi elinoxolo.
Masambe
Ubone.
Ubone.
2. Eli asililw’ iphupha nje.
Uye wasithembis’ uThixo
Siyamthemba,
Asoze
Axoke.
(CHORUS)
Khaw’ jonge—
Bonke abantu bonwabile.
Khaw’ jonge—
UThix’ ufuna siphile kanje.
3. Nabo sele beswelekile,
Bazok’phila siphinde s’babone
Masambe,
Ubone.
Ubone.
4. Inyembezi kunye nentlungu
Asoze s’phinde sizikhumbule.
Masambe,
Ubone.
Ubone.
(CHORUS)
Khaw’ jonge—
Bonke abantu bonwabile.
Khawu jonge—
UThix’ ufuna siphile kanje.
5. Iz’thembis’ eziselizwini.
Ndinokholo zizakwenzeka.
(BRIDGE)
Xa s’cingi
zthembiso,
Qiniseka
Kude kube phakade ,
Xa u—
6. Val’ amehlo ubone
Ihlabathi elinoxolo.
Masambe,
Zibone.
Zibone.