Yiya kwinkcazelo

Umtshato

Indlela Yokuphumelela

Thembelani KuThixo Ukuze Nonwabe Emtshatweni

Ukuzibuza imibuzo nje emibini kungawuphucula umtshato wakho.

Unokonwaba Njani Emtshatweni?

Amacebiso aseBhayibhileni ngendlela onokonwaba ngayo emtshatweni ayasebenza kuba avela kuMsunguli womtshato, uYehova uThixo.

Ubulumko Obunceda Intsapho Yonwabe

Abayeni, abafazi, abazali, nabantwana bangenza ntoni ukuze iintsapho zabo zonwabe?

Ukonwaba Kosapho​—Ukusebenzisana

Ngaba umntu otshate naye ingathi ngumntu nje ohlala kunye naye?

Indlela Yokumelana Neengxaki Zonyaka Wokuqala Nitshatile

Ngaba usandul’ ukutshata? IBhayibhile inokukunceda uqinise umtshato wakho.

Indlela Yokubonisa Umonde

Xa kudibene abantu ababini abangafezekanga, iingxaki ziza kusoloko zikhona. Ukuze umtshato uphumelele, umonde ubalulekile.

Yenza Kube Mnandi Emtshatweni: Bonisa Intlonipho

IBhayibhile inganinceda nibonisane intlonipho emtshatweni wenu, nokuba ngoku anihloniphani.

Indlela Yokuhloniphana

Ukuhloniphana emtshatweni yinto efanele yenziwe. Yintoni onokuyenza ebonisa ukuba uyamhlonipha umntu otshate naye?

Yayaphi Intlonipho Entsatsheni?

Zonke Intsapho zingonwaba ukuba kungahlonitshwana.

Ukuhlonela Iqabane Lakho

Indoda momfazi wayo banokuthetha njani ngentlonipho omnye komnye?

Yenza Kube Mnandi Emtshatweni: Bonisa Uthando

Umsebenzi, istres, nokuxakeka yimisebenzi yemihla ngemihla kunokwenza abantu abatshatileyo bangabonisani ukuba bayathandana. Ngaba bangakwazi ukuphinda babonisane uthando?

Ukuba Nombulelo

Xa umfazi nendoda bezama ukuziphawula iimpawu zomnye ezintle, umtshato wabo uya uphucuka. Yintoni enokukunceda ube nombulelo?

Indlela Yokubonisa Uthando

Abantu abatshatileyo bangabonisana njani ukuba bathandana nyhani? Khawujonge la macebiso mane asekelwe eBhayibhileni.

Indlela Yokuzibophelela Ngokupheleleyo

Ngaba ukuzibophelela kusisigqibo sobuyatha okanye kufana neankile eqinisa umtshato?

Ukugcina Izithembiso Zomtshato

Yintoni ewenza womelele umtshato? Yintoni ewenza ungomeleli? Unokuwomeleza njani?

Elowo Makanyaniseke Komnye

Ngaba nithembane kakhulu kunokulumkela ukukrexeza?

Ukunceda Umtshato Wakho Wesibini Uphumelele

Umtshato wesibini unokuba neengxaki ezingazange zibekho kowokuqala. Banokuphumelela njani abantu abatshatileyo?

Madoda—Yenzani Kube Mnandi Ekhaya

Intsapho isenokuba nemali eninzi, kodwa ingabi nayo eyona nto ibalulekileyo.

Indlela Yokufumana Ulonwabo—Uthando

Ukupha nokufumana uthando kubangela umntu onwabe.

Oko Kuthethwa YiBhayibhile

Ngaba IBhayibhile Iyathetha Ngokutshata Kwabantu Besini Esifanayo?

Ngumntu owaqalisa umtshato omele azi indlela yokuwenza ube mnandi uze ungapheli.

Ngaba Isithembu Sivumelekile?

Ngaba isithembu seza noThixo? Funda ukuba ithini iBhayibhile ngesithembu.

Ithini IBhayibhile Ngokutshatana Kwabantu Beentlanga Ezahlukeneyo?

Funda eminye imithetho yeBhayibhile ethetha ngokulingana nokutshatana kweentlanga.

Ithini IBhayibhile Ngomtshato?

Amacebiso eBhayibhile anokunceda abantu abatshatileyo baphephe okanye bakwazi ukulungisa iingxaki.

Ngaba Umtshato Yinto Nje Yobumnandi?

Funda indlela indima yendoda nomfazi eyamiselwa nguThixo enokubanceda ngayo baphumelele baze bonwabe.

Ngaba Ulonwabo Luxhomekeke Emtshatweni?

Ngaba amaKristu angatshatanga anako ukonwaba? IBhayibhile ichaza indlela amaKristu awujonga ngayo umtshato kwanomzekelo obalaseleyo wokungatshati.

Iingxaki Neendlela Zokuzilungisa

Indlela Onokuzijonga Ngayo Izinto Ezikucaphukisayo

Endaweni yokuba uvumele uphawu ongaluthandiyo lukucaphukise, zama ukulujonga ngenye indlela.

Ukubeka Umsebenzi Endaweni Yawo

Amacebiso amahlanu okubeka umsebenzi endaweni yawo.

Ukunceda Abo Baphethwe Kakubi Emakhayeni Abo

Yazi ukuba ayilotyala lakho ibe awukho wedwat

Isiphelo Sokubethwa Kwabafazi Ngamadoda Abo

IBhayibhile inganceda njani ekupheliseni ukubethwa kwabafazi?

Abantu Basebukhweni

La macebiso mathathu anganinceda nilungise iingxaki zasebukhweni ukuze zingangeni emtshatweni wenu.

Indlela Yokugcina Uxolo Nezalamane Zakho

Unako ukunyaniseka emtshatweni kwangaxeshanye uhlonele abazali bakho.

Xa Iqabane Lakho Lineentswelo Ezikhethekileyo

Funda ngamacebiso amathathu anokunceda emtshatweni xa elinye iqabane linesigulo esinganyangekiyo.

Xa Ningaboni Ngendlela Efanayo

Abantu abatshatileyo banokuzilungisa njani iingxaki baza bahlala beseluxolweni?

Ukucombulula Iingxaki Emtshatweni Wakho

Imigaqo yeBhayibhile ingakunceda ucombulule iingxaki ngothando nangentlonelo. Cinga ngamanyathelo amane.

Ukusebenzisa Kakubi Utywala Emtshatweni

Yintoni onokuyenza ukuba ukusebenzisa kakubi utywala kubangela ingxaki emtshatweni wakho?

Iphonografi Inokuwuphelisa Umtshato Wakho

La macebiso anokukunceda ukwazi ukuyeka ukubukela iphongrafi uze ulungise umtshato wakho.

Xa Umntu Otshate Naye Ebukela Iphonografi

Abantu abatshatileyo banokusebenzisana njani ukuze kuncedakale lowo ulikhoboka lephonografi baze baphinde bathembane?

Ukulungisa Iingxabano Emtshatweni

Kutheni kusibakho iingxabano, ibe ungazithintela njani zingonakalisi umtshato wakho?

Xa Ningafani

Ngaba wakha wabona ingathi wena neqabane lakho anifanelani?

Indlela Yokuyeka Ukuba Nenzondo

Ngaba ukuxolela iqabane lakho xa likucaphukisile kuthetha ukuthi yenza ngathi le nto ikucaphukisileyo ayinamsebenzi okanye khange yenzeke?

Ukonwaba Kosapho​—Ukuxolelana

Yintoni engakunceda ubone ngaphaya kweempazamo zomyeni okanye zenkosikazi yakho?

Indlela Abantwana Abawutshintsha Ngayo Umtshato

Funda indlela amacebiso eBhayibhile anokubanceda ngayo abazali abasandula ukuba nosana.

Xa Abantwana Bephumile Ekhaya

Kubanzima kwabanye abazali xa abantwana babo bekhulile baze baphume ekhaya. Bangenza ntoni abazali ukuze baqhele ukuhlala bodwa?

Ungasiphepha Njani Isikhwele Emtshatweni Wakho?

Akunokuba mnandi emtshatweni xa omnye engaziqondi izinto ezenziwa ngomnye ibe kungathenjwana. Ngoko ungakuphepha njani ukuba nesikhwele ngaphandle kwesizathu esibambekayo?

Xa Ubuhlobo Bugqith’ Emgceni

Ngaba uzixelela ukuba ‘Singabahlobo nje?’ Ukuba kunjalo, hlola imigaqo yeBhayibhile ukuze ubone ukuba le ndlela yokucinga ichanile kusini na.

Ukwahlukana Nokuqhawula Umtshato

Indlela Idivosi Ebaphatha Ngayo Abantwana

Nangona abanye abantu becinga ukuba idivosi ibhetele ebantwaneni, uphando lubonisa ukuba idivosi iba nemiphumo ebuhlungu ebantwaneni.

Xa Udanile Emtshatweni

Ngaba ukuhlala neqabane lakho kukwenza uzive ngathi usentolongweni? Izinto ezintlanu ezinokunceda umtshato wakho.

Ikhona Into Endisayiphilelayo Xa Umntu Enditshate Naye Engathembekanga?

Abantu abaninzi baye bancedwa yiBhayibhile babona ukuba uThixo uyayibona intlungu yabo ibe ubakhathalele.

Okufundiswa YiBhayibhile Ngokukrexeza

Ngaba ukukrexeza kuyawuchitha umtshato?

Ukuthembana Kwakhona Emtshatweni

Ukuba uzama ukuhlangula umtshato wakho emva kokrexezo, ngaphandle kwamathandabuzo uza kunyuka umnqantsa. Kodwa unako ukuphumelela!

Ngaba IBhayibhile Iyakuvumela Ukudivosa?

Funda ukuba yintoni uThixo ayivumelayo nayicaphukelayo.

Ningakuphepha Njani Ukudivosa Senibadala?

Kutheni abantu abadala bedivosa? Ningenza njani ukuze le nto ingenzeki kowenu umtshato?

Ukuqhubeka Nobomi Emva Koqhawulo-mtshato

Uninzi lwabo baqhawule imitshato lufumanise ukuba ubomi buye banzima kakhulu kunokuba belucinga. IBhayibhile ingakunceda kule ngxaki.

AmaNgqina KaYehova Akujonga Njani Ukuqhawula Umtshato?

Ngaba amaNgqina KaYehova ayazinceda izibini ezineengxaki emtshatweni? Ngaba abadala bebandla bangathi iNgqina elithile maliwuqhawule umtshato?